Uqhekezo Lobunye (IsiXhosa)

SKU: 9781431435401
Uqhekezo Lobunye (IsiXhosa)

Uqhekezo Lobunye (IsiXhosa)

SKU: 9781431435401
Softcover·Ages 18+
Regular price R 295.00 Sale price R 265.00 RW Saving 10%
/
Tax included. Shipping calculated at checkout.
In stock
Dispatches in 1–3 working days
  • STORE COLLECTION - Collect in-store within 5-10 working days (R20).
  • INTERNATIONAL SHIPPING available. See Shipping information below for delivery times and terms.

Fumana incwadi engebali eliyinyani elinika umdla nelikwenza uzifumane uchophe ngayo, esihloko sithi Uqhekezo lobunye: Ibali loCalucalulo ngokoBuhlanga, nelihlolisisa umzabalazo woMzantsi Afrika phantsi kweyona nkqubo yakha yanobuzaza kwimbali yoMzantsi Afrika neyayingokwahlulwa ngokobuhlanga. Ngokuhlafuhlafuna nakwiinkumbulo zenkondekazi eyayiphila ngaloo maxesha, le ncwadi ithi imeme abafundi ukuba nabo bazibhakaxe kwimbali yocalucalulo ngokobuhlanga obunokuntsonkotha nokuchukumisayo entliziyweni kuba bufunisa ukuba ubani abenesibindi nenzondelelo ukuze aloyise ugonyamelo lwengcinezelo.

 Babunjani ubomi ngaphambi kocalucalulo? Ubukoloniyali buyicime njani imbali kwanenkcubeko etyebileyo yabantu bomgquba (bomthonyama)? Ukususela ekulelweni ilungelo lokuvota ukuya kwimithetho yocalucalulo erhabaxa neyayenzelwe ukwalusa iintshukumo kwanempilo yabantu yemihla ngemihla – kwiindawo ababehlala kuzo, kwiindawo zabo zempangelo, kuquka nabantu ababenokuzimanya nabo ngeqhina lomtshato. Le mpathombi yanwenwela phantse kuzo zonke iinkalo zobomi babo ukususela kwimfundo ukuya kwezemidlalo.

Nangona lwathi lwapheliswa ngokusesikweni ulawulo lwengcinezelo, ulwamvila lwayo lona lusavakala nanamhla oku. Le ncwadi ke isisikhumbuzo esibalulekileyo sokuzinikela njengamadini okwenziwa ngabantu bakuthi kwanemiguqu esaqhubeka nanamhla oku yokuqinisekisa ukuba sililizwe elilinganayo nelimanyene ngokwenene.


Book details

Format
Softcover
Reading age
18+
Publisher
Jacana Media
Published
17 February 2025
Language
IsiXhosa
ISBN
9781431435401

SOUTH AFRICAN SHIPPING

In-store collection is R20 and will be available for collection anywhere between 5-10 working days. The relevant store will contact you when your order is ready for collection.

Courier Delivery - Shipping is calculated at checkout. Orders are dispatched within 1-3 working days.

Our shipping is currently calculated by the delivery address area.

NB: Exact delivery times cannot be guaranteed once your order has been collected by the courier. Please use your tracking number to follow up and get exact delivery times.

RETURNS AND EXCHANGES

See conditions and procedure in our return FAQs

INTERNATIONAL SHIPPING

Our product prices do not include any tax and duties. Should there be any duties or taxes the receiver will be liable to pay these fees on receipt of order. Please refer to your local tax authorities on any expected fees in your local states or country.

We do not accept returns and exchanges on international orders.

This section doesn’t currently include any content. Add content to this section using the sidebar.